Yohane 16:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Khangelani! Liyeza ilixa, eneneni, lifikile, xa niya kuchithachithwa ngamnye aye endlwini yakhe+ yaye niya kundishiya ndedwa; ukanti andindedwa, ngenxa yokuba uBawo unam.+
32 Khangelani! Liyeza ilixa, eneneni, lifikile, xa niya kuchithachithwa ngamnye aye endlwini yakhe+ yaye niya kundishiya ndedwa; ukanti andindedwa, ngenxa yokuba uBawo unam.+