Isaya 24:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlanganiswa ngokuhlanganiswa okunjengokwamabanjwa emhadini,+ baze bavalelwe entolongweni;+ yaye emva kwemihla emininzi kuya kunikelwa ingqalelo kubo.+ Isaya 42:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ukuba wena uvule amehlo amfamekileyo,+ ukhuphe ibanjwa entolongweni,+ ubakhuphe endlwini yokubanjwa abo bahleli ebumnyameni.+ Yeremiya 38:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ekugqibeleni bamtsala uYeremiya ngeentsontelo baza bamnyusa waphuma equleni. UYeremiya waqhubeka ehlala kwiNtendelezo Yabalindi.+
22 Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuhlanganiswa ngokuhlanganiswa okunjengokwamabanjwa emhadini,+ baze bavalelwe entolongweni;+ yaye emva kwemihla emininzi kuya kunikelwa ingqalelo kubo.+
7 ukuba wena uvule amehlo amfamekileyo,+ ukhuphe ibanjwa entolongweni,+ ubakhuphe endlwini yokubanjwa abo bahleli ebumnyameni.+
13 Ekugqibeleni bamtsala uYeremiya ngeentsontelo baza bamnyusa waphuma equleni. UYeremiya waqhubeka ehlala kwiNtendelezo Yabalindi.+