Yohane 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Ndilibonakalisile igama lakho kubantu ondinike bona bephuma ehlabathini.+ Babengabakho, waza wena wabanika mna, yaye baligcinile ilizwi lakho. Hebhere 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 njengoko esithi: “Ndiya kulivakalisa kubazalwana bam igama lakho; phakathi ebandleni ndiya kukudumisa ngengoma.”+
6 “Ndilibonakalisile igama lakho kubantu ondinike bona bephuma ehlabathini.+ Babengabakho, waza wena wabanika mna, yaye baligcinile ilizwi lakho.
12 njengoko esithi: “Ndiya kulivakalisa kubazalwana bam igama lakho; phakathi ebandleni ndiya kukudumisa ngengoma.”+