Yohane 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nabani na osela kumanzi endiza kumpha wona akasayi kuze anxanwe konke konke,+ kodwa kuye amanzi endiya kumnika wona aya kuba ngumthombo wamanzi+ ampompozayo anika ubomi obungunaphakade.”+
14 Nabani na osela kumanzi endiza kumpha wona akasayi kuze anxanwe konke konke,+ kodwa kuye amanzi endiya kumnika wona aya kuba ngumthombo wamanzi+ ampompozayo anika ubomi obungunaphakade.”+