Roma 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+ Roma 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 ewe, ubulungisa bukaThixo ngokholo olukuYesu Kristu,+ ngenxa yabo bonke abo banokholo.+ Kuba akukho lucalucalulo.+
17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+
22 ewe, ubulungisa bukaThixo ngokholo olukuYesu Kristu,+ ngenxa yabo bonke abo banokholo.+ Kuba akukho lucalucalulo.+