IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 15:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Owu Yehova, ngubani na oya kuba lundwendwe ententeni yakho?+

      Ngubani na oya kuhlala entabeni yakho engcwele?+

  • INdumiso 27:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Inye into endiyicelileyo kuYehova+—

      Ndiya kufuna yona,+

      Ukuba ndihlale endlwini kaYehova yonke imihla yobomi bam,+

      Ndibone ukuthandeka kukaYehova+

      Ndize ndikhangele ngoxabiso etempileni yakhe.+

  • INdumiso 65:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Unoyolo lowo umkhethayo uze umbangele asondele,+

      Ukuze ahlale ezintendelezweni zakho.+

      Ngokuqinisekileyo siya kwaneliswa kukulunga kwendlu yakho,+

      Indawo engcwele yetempile yakho.+

  • INdumiso 84:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Banoyolo abo bahlala endlwini yakho!+

      Basaqhubeka bekudumisa.+ Seʹlah.

  • INdumiso 122:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 122 Ndaba nemihlali bakuthi kum:+

      “Masiye+ endlwini kaYehova.”+

  • Luka 2:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 yaye wayengumhlolokazi+ ngoku oneminyaka engamashumi asibhozo anesine ubudala), owayengazange aphoswe kukuba setempileni, enikela inkonzo engcwele ubusuku nemini+ ngokuzila ukutya nezikhungo.

  • ISityhilelo 21:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngako oko ndeva ilizwi elikhulu livela etroneni lisithi: “Khangela! Intente+ kaThixo iphakathi koluntu, yaye uya kuhlala+ nalo, lube ngabantu bakhe.+ Naye abe nguThixo walo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share