IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 6:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ngamana uYehova angabuphakamisela ubuso bakhe kuwe+ aze akunike uxolo.”’+

  • INdumiso 80:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Owu Thixo wemikhosi, sibuyise;+

      Uze ubukhanyise ubuso bakho, ukuze sisindiswe.+

  • INdumiso 89:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Banoyolo abantu abayaziyo imikhwazo yovuyo.+

      Bahamba ekukhanyeni kobuso bakho, Yehova.+

  • INdumiso 119:135
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 135 Khanyisa ubuso bakho kumkhonzi wakho,+

      Undifundise imimiselo yakho.+

  • IMizekeliso 16:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ekukhanyeni kobuso bukakumkani kukho ukuphila,+ yaye inkoliseko yakhe injengelifu lemvula yasentwasahlobo.+

  • 1 Petros 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share