INdumiso 69:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Owu ngamana abo bathembela ngawe abangebi neentloni ngenxa yam,+Owu Nkosi enguMongami, Yehova wemikhosi.+Owu ngamana abo bakufunayo abangethotywa ngenxa yam,+Owu Thixo kaSirayeli.+
6 Owu ngamana abo bathembela ngawe abangebi neentloni ngenxa yam,+Owu Nkosi enguMongami, Yehova wemikhosi.+Owu ngamana abo bakufunayo abangethotywa ngenxa yam,+Owu Thixo kaSirayeli.+