Yobhi 33:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ukuze abuyise umphefumlo wayo emhadini,+Ukuze akhanyiselwe ngokukhanya kwabo baphilayo.+ Yeremiya 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye ndandinjengenkunzi yemvana, ethandekayo, esiwa ekuxhelweni,+ ndingazi ukuba bacinge amacebo nxamnye nam besithi:+ “Masiwonakalise umthi nokutya kwawo, masimnqumle kwilizwe labaphilayo,+ ukuze lingabi sakhunjulwa igama lakhe.” Hezekile 26:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 kanjalo ndiza kukuhlisa nabo behlayo baye emhadini kubantu bakudala,+ yaye ndiza kukubangela uhlale elizweni lasemazantsi,+ njengeendawo eziphanzileyo kangangexesha elide, kunye nabo behlayo baye emhadini,+ ukuze ungabi nabemi; yaye ndiza kubeka umhombiso elizweni labaphilayo.+
19 Yaye ndandinjengenkunzi yemvana, ethandekayo, esiwa ekuxhelweni,+ ndingazi ukuba bacinge amacebo nxamnye nam besithi:+ “Masiwonakalise umthi nokutya kwawo, masimnqumle kwilizwe labaphilayo,+ ukuze lingabi sakhunjulwa igama lakhe.”
20 kanjalo ndiza kukuhlisa nabo behlayo baye emhadini kubantu bakudala,+ yaye ndiza kukubangela uhlale elizweni lasemazantsi,+ njengeendawo eziphanzileyo kangangexesha elide, kunye nabo behlayo baye emhadini,+ ukuze ungabi nabemi; yaye ndiza kubeka umhombiso elizweni labaphilayo.+