INdumiso 38:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba ndasixela isiphoso sam;+Ndaqalisa ukuxhalaba ngenxa yesono sam.+ INdumiso 51:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+Ndenze okubi emehlweni akho,+Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+Ukuze ube msulwa xa ugweba.+ 1 Yohane 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+
4 Ndone kuwe, kuwe wedwa,+Ndenze okubi emehlweni akho,+Ukuze uzingqine ulilungisa xa uthetha,+Ukuze ube msulwa xa ugweba.+
9 Ukuba siyazivuma izono zethu,+ uthembekile yaye ulilungisa ukuba asixolele izono zethu aze asihlambulule kuyo yonke intswela-bulungisa.+