1 Kumkani 4:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yaye wayenokuthetha imizekeliso+ engamawaka amathathu, kwaye iingoma zakhe+ zaba liwaka elinesihlanu. INtshumayeli 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngaphandle kwesibakala sokuba umhlanganisi esisilumko,+ wafundisa abantu ukwazi ngokuqhubekayo,+ yaye waphonononga waza wafuna ngokucokisekileyo,+ ukuze alungelelanise imizekeliso emininzi.+
32 Yaye wayenokuthetha imizekeliso+ engamawaka amathathu, kwaye iingoma zakhe+ zaba liwaka elinesihlanu.
9 Ngaphandle kwesibakala sokuba umhlanganisi esisilumko,+ wafundisa abantu ukwazi ngokuqhubekayo,+ yaye waphonononga waza wafuna ngokucokisekileyo,+ ukuze alungelelanise imizekeliso emininzi.+