Hezekile 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngenxa yokuba niyidakumbisile intliziyo yelungisa ngobuxoki,+ ekubeni mna ndingalibangelanga ntlungu, nangenxa yokuba nizenze zomelela izandla zongendawo+ ukuze angabi nakubuya endleleni yakhe embi ukuze agcinwe ephila,+ 2 Petros 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngenxa yokunyoluka kwabo baya kunixhaphaza ngamazwi alalanisayo.+ Kodwa, umgwebo wabo osusela kwakudala+ awucothi, nentshabalalo yabo ayozeli.+ ISityhilelo 21:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ke wona amagwala nabangenalo ukholo+ nabalizothe ngenxa yobunyhukunyhuku+ babo nababulali+ nabahenyuzi+ nabasebenzelana nemimoya nabanquli-zithixo+ nawo onke amaxoki,+ isahlulo sabo siya kuba sedikeni elivutha umlilo+ nesalfure.+ Oku kuthetha ukufa kwesibini.”+
22 Ngenxa yokuba niyidakumbisile intliziyo yelungisa ngobuxoki,+ ekubeni mna ndingalibangelanga ntlungu, nangenxa yokuba nizenze zomelela izandla zongendawo+ ukuze angabi nakubuya endleleni yakhe embi ukuze agcinwe ephila,+
3 Ngenxa yokunyoluka kwabo baya kunixhaphaza ngamazwi alalanisayo.+ Kodwa, umgwebo wabo osusela kwakudala+ awucothi, nentshabalalo yabo ayozeli.+
8 Kodwa ke wona amagwala nabangenalo ukholo+ nabalizothe ngenxa yobunyhukunyhuku+ babo nababulali+ nabahenyuzi+ nabasebenzelana nemimoya nabanquli-zithixo+ nawo onke amaxoki,+ isahlulo sabo siya kuba sedikeni elivutha umlilo+ nesalfure.+ Oku kuthetha ukufa kwesibini.”+