Yobhi 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongavelisa umntu ohlambulukileyo kumntu ongahlambulukanga?+Akukho namnye. Roma 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Akukho mntu ulilungisa, nokuba abe mnye;+