Isaya 40:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 kodwa abo bathembela+ kuYehova baya kufumana amandla kwakhona.+ Baya kunyuka ngamaphiko njengeenkozi.+ Baya kubaleka baze bangatyhafi; baya kuhamba bangadinwa.”+ Efese 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Okokugqibela, qhubekani nizuza amandla+ eNkosini nasekomeleleni+ kwayo. Kolose 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 nisomelezwa ngawo onke amandla ukusa kumkhamo wamandla akhe azukileyo+ khon’ ukuze ninyamezele+ ngokupheleleyo nize nizeke kade umsindo ninovuyo,
31 kodwa abo bathembela+ kuYehova baya kufumana amandla kwakhona.+ Baya kunyuka ngamaphiko njengeenkozi.+ Baya kubaleka baze bangatyhafi; baya kuhamba bangadinwa.”+
11 nisomelezwa ngawo onke amandla ukusa kumkhamo wamandla akhe azukileyo+ khon’ ukuze ninyamezele+ ngokupheleleyo nize nizeke kade umsindo ninovuyo,