IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 19:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “‘Nize ningenzi okungekho sikweni ekugwebeni. Uze ungamphathi ngomkhethe osweleyo,+ yaye ungakhethi ubuso besikhulu.+ Uze usigwebe ngokusesikweni isinxulumani sakho.

  • Duteronomi 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Nize ningakhethi buso ekugwebeni kwenu.+ Nifanele nimve omncinane njengomkhulu.+ Nize ningothuswa mntu,+ ngokuba umgwebo ngokaThixo;+ ityala elininzimeleyo nize nilizise kum, ndilive.’+

  • Duteronomi 16:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Uze ungasijiki isigwebo.+ Ungakhethi buso+ okanye wamkele isinyobo, kuba isinyobo simfamekisa amehlo ezilumko,+ sigqwethe amazwi amalungisa.

  • 2 Kronike 19:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke kaloku vumelani ukunkwantya+ kuYehova kube kuni.+ Lumkani nize nithabathe inyathelo,+ kuba uYehova uThixo wethu akanantswela-bulungisa+ nakukhetha buso+ okanye kuthabatha sinyobo.”+

  • 1 Timoti 5:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ndiyakuyala ngokunzulu phambi koThixo noKristu Yesu+ neengelosi ezinyuliweyo ukuba uzigcine ezi zinto, ungaqali ugwebe, ungabi namkhethe.+

  • Yakobi 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 aniyi kuba niyacalulana na kwanodwa,+ nizenza abagwebi+ abenza izigqibo ezingendawo?+

  • 1 Petros 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngapha koko, ukuba nibiza kuBawo ogweba ngokungakhethi buso+ ngokomsebenzi wakhe ngamnye, ziphatheni ngoloyiko+ ebudeni bexesha lokuhlala kwenu njengabaphambukeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share