Genesis 33:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yaye uEsawu wabaleka ukuya kumhlangabeza,+ waza wamwola,+ wawa entanyeni yakhe, wamanga, baziphalaza iinyembezi.
4 Yaye uEsawu wabaleka ukuya kumhlangabeza,+ waza wamwola,+ wawa entanyeni yakhe, wamanga, baziphalaza iinyembezi.