Genesis 39:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa uYehova waba noYosefu, waba yindoda enempumelelo+ waza wavelela endlwini yenkosi yakhe, engumYiputa. 2 Samuweli 23:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nangona wayebalasele nangaphezu kwamashumi lawo mathathu, akafikanga kuluhlu lwabaya bathathu; kodwa uDavide wammisa waphatha ifanankosi lakhe.+ IMizekeliso 17:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Umkhonzi obonakalisa ingqiqo uya kumlawula unyana owenza okuziintloni,+ yaye uya kuba nesabelo selifa phakathi kwabantakwabo.+
2 Kodwa uYehova waba noYosefu, waba yindoda enempumelelo+ waza wavelela endlwini yenkosi yakhe, engumYiputa.
23 Nangona wayebalasele nangaphezu kwamashumi lawo mathathu, akafikanga kuluhlu lwabaya bathathu; kodwa uDavide wammisa waphatha ifanankosi lakhe.+
2 Umkhonzi obonakalisa ingqiqo uya kumlawula unyana owenza okuziintloni,+ yaye uya kuba nesabelo selifa phakathi kwabantakwabo.+