IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 16:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Siyinto ecekisekayo kukumkani+ isenzo sobungendawo, kuba itrone imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+

  • IMizekeliso 25:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Mabashenxiswe abangendawo phambi kokumkani,+ ize itrone yakhe imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+

  • Isaya 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Akayi kuyeka ukuphatha njengenkosana, noxolo+ aluyi kuphela+ etroneni kaDavide+ nasebukumkanini bakhe ukuze bumiselwe ngokuqinileyo+ nokuze buxhaswe ngokusesikweni+ nangobulungisa,+ ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo. Yona kanye inzondelelo kaYehova wemikhosi iya kukwenza oku.+

  • Hebhere 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa ngokubhekisele kuNyana uthi: “UThixo uyitrone yakho ngonaphakade+ kanaphakade, nentonga yobukhosi yobukumkani+ bakho yintonga yobukhosi yokuthe tye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share