IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 ngokuqinisekileyo ndoninika iziphango zenu zemvula ngexesha lazo elifanelekileyo,+ lize ilizwe lininike ngenene imveliso yalo,+ nemithi yentsimi ivelise iziqhamo zayo.+

  • Yobhi 36:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kuba uwatsala anyuke amathontsi amanzi;+

      Ahluzeka njengemvula ukwenzela inkungu yakhe,

  • Yobhi 38:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Ngubani onokuwabala kanye kanye amafu ngobulumko,

      Okanye iingqayi zamanzi amazulu—ngubani na onokuzithulula,+

  • Yeremiya 10:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngelizwi lakhe ukhupha ingxokozelo yamanzi emazulwini,+ yaye ubangela umphunga unyuke uvela esiphelweni somhlaba.+ Imvula uyenzele imijelo,+ kwaye uvelisa umoya koovimba bakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share