IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kukho izinto ezintandathu uYehova azithiyileyo;+ ewe, zisixhenxe izinto ezicekisekayo emphefumlweni wakhe:+

  • IMizekeliso 6:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 ngamehlo aziphakamisayo,+ lulwimi oluxokayo,+ nezandla eziphalaza igazi elimsulwa,+

  • IMizekeliso 11:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Abo bantliziyo zigwenxa bayinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa abo bangenakusoleka endleleni yabo uyakholiswa ngabo.+

  • Luka 16:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko wathi kubo: “Nina nizivakalisa ningamalungisa phambi kwabantu,+ kodwa uThixo uyazazi iintliziyo zenu;+ kuba oko kuphakamileyo phakathi kwabantu kulizothe emehlweni kaThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share