IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 6:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Emva koko uMordekayi wabuyela esangweni likakumkani.+ Ke yena uHaman, wakhawuleza waya endlwini yakhe, ezilile yaye intloko yakhe eyigqubuthele.+

  • INdumiso 132:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Iintshaba zakhe ndiya kuzambesa ngehlazo;+

      Kodwa kuye isithsaba+ sakhe siya kuchuma.”+

  • IMizekeliso 26:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Isabhokhwe sesehashe,+ umkhala+ ngowe-esile, yaye intonga yeyomhlana wabantu abaziziyatha.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share