IMizekeliso 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 khon’ ukuze unikele ingqalelo kubulumko ngendlebe yakho,+ ukuba uyithobele ukuqonda intliziyo yakho;+ Yakobi 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yazini oku, bazalwana bam abaziintanda. Wonke umntu umele akhawuleze ukuva, acothe ukuthetha,+ acothe ukuqumba;+
2 khon’ ukuze unikele ingqalelo kubulumko ngendlebe yakho,+ ukuba uyithobele ukuqonda intliziyo yakho;+
19 Yazini oku, bazalwana bam abaziintanda. Wonke umntu umele akhawuleze ukuva, acothe ukuthetha,+ acothe ukuqumba;+