IMizekeliso 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ubani uya kuhlelwa bububi ngenxa yokuba emela owasemzini,+ kodwa okuthiyayo ukuxhawulana akakhathazeki. IMizekeliso 20:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ukuba ubani umela owasemzini,+ thabatha isambatho sakhe; yaye ukuba ngumfazi wasemzini lowo ammelayo, zithabathele isibambiso kuye.+
15 Ubani uya kuhlelwa bububi ngenxa yokuba emela owasemzini,+ kodwa okuthiyayo ukuxhawulana akakhathazeki.
16 Ukuba ubani umela owasemzini,+ thabatha isambatho sakhe; yaye ukuba ngumfazi wasemzini lowo ammelayo, zithabathele isibambiso kuye.+