Duteronomi 21:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Xa indoda ithe yanonyana oneenkani nonemvukelo,+ ongaliphulaphuliyo ilizwi likayise okanye ilizwi likanina,+ bamlungisa kodwa akaphulaphula,+ Efese 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bantwana, bathobeleni abazali benu+ ngokumanyene+ neNkosi, kuba oku kububulungisa:+
18 “Xa indoda ithe yanonyana oneenkani nonemvukelo,+ ongaliphulaphuliyo ilizwi likayise okanye ilizwi likanina,+ bamlungisa kodwa akaphulaphula,+