IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 18:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Nimele niyigcine imithetho yam nemimiselo yam, awothi umntu ozenzayo ezo zinto, aphile ngazo.+ NdinguYehova.+

  • Isaya 55:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Thobani indlebe yenu,+ nize kum.+ Phulaphulani, yaye umphefumlo wenu uya kuhlala uphila,+ kwaye ndiya kukulungela ukwenza umnqophiso+ nani ohlala ngokungenammiselo ngokuphathelele ububele bothando obuthembekileyo bukaDavide.+

  • Yohane 12:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 Kanjalo, ndiyazi ukuba umyalelo wakhe uthetha ubomi obungunaphakade.+ Ngoko ke izinto endizithethayo, kanye njengoko uBawo endixelele zona, ndenjenjalo ukuzithetha.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share