IMizekeliso 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Musa ukungena emendweni wabangendawo,+ ungahambi ngqo uye endleleni yababi.+ IMizekeliso 13:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ohamba nezilumko uya kuba sisilumko naye,+ kodwa osebenzisana neziyatha uya kuhlelwa bububi.+ 2 Korinte 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Ngoko ke phumani phakathi kwabo, nizahlule,’ utsho uYehova, ‘nento engahlambulukanga ningayichukumisi’”;+ “‘yaye ndiya kunamkela.’”+
17 “‘Ngoko ke phumani phakathi kwabo, nizahlule,’ utsho uYehova, ‘nento engahlambulukanga ningayichukumisi’”;+ “‘yaye ndiya kunamkela.’”+