IMizekeliso 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iinyawo zakhe zihlela ekufeni.+ Amanyathelo akhe abambelela eShiyol.+ IMizekeliso 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa akazi ukuba abo bangenamandla basekufeni apho, ukuba abo babizwa lilo basezinzulwini zeShiyol.+
18 Kodwa akazi ukuba abo bangenamandla basekufeni apho, ukuba abo babizwa lilo basezinzulwini zeShiyol.+