IMizekeliso 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Uya kufa ngenxa yokungabikho kwengqeqesho,+ nangenxa yokuba uhamba ebhadula ebuninzini bobudenge bakhe.+ Mateyu 25:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+
23 Uya kufa ngenxa yokungabikho kwengqeqesho,+ nangenxa yokuba uhamba ebhadula ebuninzini bobudenge bakhe.+
46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+