IMizekeliso 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Umntu osisilumko uya kuphulaphula aze angenise uyalelo olungakumbi,+ kwaye umntu onokuqonda ngulowo uzuza ulwalathiso lobuchule,+ IMizekeliso 15:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Indlebe esiphulaphulayo isohlwayo+ sobomi ihlala phakathi kwabantu abazizilumko.+ IMizekeliso 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ukukhalinyelwa kungena nzulu ngakumbi konokuqonda+ kunokubetha isiyatha izihlandlo ezilikhulu.+ IMizekeliso 25:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Licici legolide, nesihombo segolide esikhethekileyo, umohlwayi kwindlebe evayo.+ Mateyu 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba nabani na onako, uya kunikwa okungakumbi yaye uya kwenziwa aphuphume;+ kodwa nabani na ongenako, kwanoko anako kuya kuthatyathwa kuye.+
5 Umntu osisilumko uya kuphulaphula aze angenise uyalelo olungakumbi,+ kwaye umntu onokuqonda ngulowo uzuza ulwalathiso lobuchule,+
12 Kuba nabani na onako, uya kunikwa okungakumbi yaye uya kwenziwa aphuphume;+ kodwa nabani na ongenako, kwanoko anako kuya kuthatyathwa kuye.+