Yoshuwa 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Koko la madoda athi kulo: “Imiphefumlo yethu iya kufa esikhundleni senu!+ Ukuba akuwuxelanga lo mbandela wethu, kuya kuthi ke xa uYehova asinikayo ilizwe, nathi sinibonakalisele ububele bothando nenkoloseko.”+ Yoshuwa 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Yaye ukuba ukhe wawuxela lo mbandela wethu,+ nathi siya kuba msulwa kwesi sifungo sakho osifungise sona.” Yeremiya 38:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ekuhambeni kwexesha zonke iinkosana zafika kuYeremiya zaza zaqalisa ukumbuza. Naye ke, wazixelela ngokwala mazwi onke awayemyalele wona ukumkani.+ Ngoko zathi cwaka phambi kwakhe, kuba umbandela lowo awuvakalanga. Mateyu 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noko ke, uYosefu indoda yakhe, ngenxa yokuba wayelilungisa kwaye engafuni ukumhlaza+ esidlangalaleni, wazimisela ukuqhawula umtshato+ ngasese
14 Koko la madoda athi kulo: “Imiphefumlo yethu iya kufa esikhundleni senu!+ Ukuba akuwuxelanga lo mbandela wethu, kuya kuthi ke xa uYehova asinikayo ilizwe, nathi sinibonakalisele ububele bothando nenkoloseko.”+
20 Yaye ukuba ukhe wawuxela lo mbandela wethu,+ nathi siya kuba msulwa kwesi sifungo sakho osifungise sona.”
27 Ekuhambeni kwexesha zonke iinkosana zafika kuYeremiya zaza zaqalisa ukumbuza. Naye ke, wazixelela ngokwala mazwi onke awayemyalele wona ukumkani.+ Ngoko zathi cwaka phambi kwakhe, kuba umbandela lowo awuvakalanga.
19 Noko ke, uYosefu indoda yakhe, ngenxa yokuba wayelilungisa kwaye engafuni ukumhlaza+ esidlangalaleni, wazimisela ukuqhawula umtshato+ ngasese