IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 18:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “‘Ke kaloku xa lowo ulilungisa ebuya ebulungiseni bakhe aze okunene enze okungekho sikweni;+ enze ngokwezinto zonke ezicekisekayo ezenziwe+ ngulowo ungendawo aze aphile, akukho nasinye kuzo zonke izenzo zakhe zobulungisa azenzileyo esiya kukhunjulwa.+ Ngenxa yokungathembeki akwenzileyo nangenxa yesono one ngaso, ngenxa yoko uya kufa.+

  • Hezekile 33:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa ukuba uthe okunene wamlumkisa ongendawo endleleni yakhe ukuze abuye kuyo, waza okunene akabuya endleleni yakhe, uya kufa yena ngesiphoso sakhe,+ kodwa wena ngokuqinisekileyo uya kube uwuhlangule owakho umphefumlo.+

  • 2 Tesalonika 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Oku kuzis’ engqalelweni ukuba kububulungisa kuye uThixo ukubabuyekeza ngembandezelo abo banibandezelayo,+

  • 1 Petros 4:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Yaye ukuba umntu olilungisa usindiswa nzima,+ wobonakala phi na ke yena umntu ongahloneli Thixo nomoni?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share