IMizekeliso 26:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngemilebe yakhe othiyayo uzenza angaqondakali, kodwa ngaphakathi ubeka inkohliso.+ Daniyeli 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Aza loo madoda omeleleyo athi: “Asiyi kuze sifumane nto sinokumbek’ ibala ngayo konke konke lo Daniyeli, ngaphandle kokuba simmangalele ngomthetho kaThixo wakhe.”+ Marko 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Zonke ezi zinto zingendawo ziphuma ngaphakathi yaye ziyamdyobha umntu.”+
5 Aza loo madoda omeleleyo athi: “Asiyi kuze sifumane nto sinokumbek’ ibala ngayo konke konke lo Daniyeli, ngaphandle kokuba simmangalele ngomthetho kaThixo wakhe.”+