2 Kronike 28:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye waqalisa ukubingelela koothixo+ baseDamasko+ abamxabelayo, wahlabela mgama esithi: “Ngenxa yokuba oothixo bookumkanibaseSiriya bayabanceda,+ ndiya kubingelela kubo, ukuze bandincede.”+ Yaye bona baba sisikhubekiso kuye nakuSirayeli ephela.+ INdumiso 140:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Othetha kakhulu—makangamiselwa ngokuqinileyo emhlabeni.+Umntu wogonyamelo—ububi mabumzingele, bumntlokothise ngokuphindaphindiweyo.+
23 Yaye waqalisa ukubingelela koothixo+ baseDamasko+ abamxabelayo, wahlabela mgama esithi: “Ngenxa yokuba oothixo bookumkanibaseSiriya bayabanceda,+ ndiya kubingelela kubo, ukuze bandincede.”+ Yaye bona baba sisikhubekiso kuye nakuSirayeli ephela.+
11 Othetha kakhulu—makangamiselwa ngokuqinileyo emhlabeni.+Umntu wogonyamelo—ububi mabumzingele, bumntlokothise ngokuphindaphindiweyo.+