Nehemiya 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngoko nangoko uSanebhalati noGeshem bathumela kum, besithi: “Yiza, senze idinga lokuhlangana+ ndawonye kwiidolophana zethafa elisentlanjeni yaseOno.”+ Kodwa babeceba ukundenzakalisa.+ Amosi 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke yena kanye onengqiqo uya kuthi cwaka ngelo xesha, kuba iya kuba lixesha lentlekele.+
2 ngoko nangoko uSanebhalati noGeshem bathumela kum, besithi: “Yiza, senze idinga lokuhlangana+ ndawonye kwiidolophana zethafa elisentlanjeni yaseOno.”+ Kodwa babeceba ukundenzakalisa.+