Genesis 31:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko uThixo weza kuLabhan umSiriya+ ngephupha ebusuku+ waza wathi kuye: “Uze ulumke, ungathethi nto kuYakobi, nokuba yelungileyo nokuba yembi.”+ Eksodus 34:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba ndiya kuzigxotha iintlanga phambi kwakho,+ ndiwenze banzi ummandla wakho;+ linganqwenelwa nangubani ilizwe lakho ekunyukeni kwakho usiya kubona ubuso bukaYehova uThixo wakho izihlandlo ezithathu ngonyaka.+ Yeremiya 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova uthe: “Ngokuqinisekileyo ndiza kukulungiselela ukuze ulungelwe.+ Ngokuqinisekileyo ndiza kukuthethelela ngexesha lentlekele+ nangexesha lokubandezeleka, nxamnye notshaba.+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
24 Ngoko uThixo weza kuLabhan umSiriya+ ngephupha ebusuku+ waza wathi kuye: “Uze ulumke, ungathethi nto kuYakobi, nokuba yelungileyo nokuba yembi.”+
24 Kuba ndiya kuzigxotha iintlanga phambi kwakho,+ ndiwenze banzi ummandla wakho;+ linganqwenelwa nangubani ilizwe lakho ekunyukeni kwakho usiya kubona ubuso bukaYehova uThixo wakho izihlandlo ezithathu ngonyaka.+
11 UYehova uthe: “Ngokuqinisekileyo ndiza kukulungiselela ukuze ulungelwe.+ Ngokuqinisekileyo ndiza kukuthethelela ngexesha lentlekele+ nangexesha lokubandezeleka, nxamnye notshaba.+