IMizekeliso 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nyana wam, ukuba aboni bazama ukukulukuhla, ungavumi.+ 2 Petros 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Nina, ke ngoko, zintanda, ekubeni ninolu lwazi kwangaphambili,+ zilindeni ukuze ningawexulwa nani ngabantu abadelela umthetho nize niwe ekuqineni kwenu.+
17 Nina, ke ngoko, zintanda, ekubeni ninolu lwazi kwangaphambili,+ zilindeni ukuze ningawexulwa nani ngabantu abadelela umthetho nize niwe ekuqineni kwenu.+