1 Samuweli 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 USawule wathi kuMikali: “Kutheni na ukuze wenjenje ukundikhohlisa,+ ulundulule utshaba lwam+ lubaleke?” Naye ke uMikali wathi kuSawule: “Uthe yena kum, ‘Ndindulule! Kutheni na ukuba ndide ndikubulale?’” Nehemiya 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wayeqeshwe+ ngenxa yesi sizathu ukuze ndoyike+ ndenze ngaloo ndlela, ndize ngokuqinisekileyo ndone,+ ndibe negama elibi kubo,+ ukuze bandingcikive.+
17 USawule wathi kuMikali: “Kutheni na ukuze wenjenje ukundikhohlisa,+ ulundulule utshaba lwam+ lubaleke?” Naye ke uMikali wathi kuSawule: “Uthe yena kum, ‘Ndindulule! Kutheni na ukuba ndide ndikubulale?’”
13 Wayeqeshwe+ ngenxa yesi sizathu ukuze ndoyike+ ndenze ngaloo ndlela, ndize ngokuqinisekileyo ndone,+ ndibe negama elibi kubo,+ ukuze bandingcikive.+