1 Samuweli 25:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku yazi ukuze ukubone oko uza kukwenza, kuba kumiselwe intlekele+ ngakwinkosi yethu nangakuyo yonke indlu yayo, njengoko ingumfo olitshivela+ ukuba kungathethwa kuyo.” IMizekeliso 28:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ulunge ngakumbi osweleyo ohamba ngengqibelelo yakhe kunaye nabani na oneendlela ezigwenxa, nangona esisityebi.+ Mateyu 12:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 kuba ngamazwi akho uya kuvakaliswa ulilungisa, yaye ngamazwi akho uya kugwetyelwa isohlwayo.”+
17 Ke kaloku yazi ukuze ukubone oko uza kukwenza, kuba kumiselwe intlekele+ ngakwinkosi yethu nangakuyo yonke indlu yayo, njengoko ingumfo olitshivela+ ukuba kungathethwa kuyo.”
6 Ulunge ngakumbi osweleyo ohamba ngengqibelelo yakhe kunaye nabani na oneendlela ezigwenxa, nangona esisityebi.+