IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Wahlabela mgama ke uYehova uThixo wathi: “Akulungile ukuba umntu aqhubeke eyedwa. Ndiza kumenzela umncedi oza kuba ngumphelelisi wakhe.”+

  • 1 Samuweli 23:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ke kaloku wesuka uYonatan unyana kaSawule waza waya kuDavide eHoreshi, ukuze asomeleze+ isandla sakhe ngokubhekisele kuThixo.+

  • IMizekeliso 27:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Intsimbi, ilolwa ngentsimbi. Ngoko umntu ulola ubuso bomnye.+

  • IZenzo 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Njengoko babelungiselela esidlangalaleni+ kuYehova yaye bezila ukutya, umoya oyingcwele wathi: “Kubo bonke abantu ndibekeleni uBharnabhas noSawule+ bucala ngenxa yomsebenzi endibabizele wona.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share