-
Nehemiya 5:18INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
18 Ke yona into eyayilungiswa mihla le, yinkunzi yenkomo enye, izimvu ezikhethiweyo ezintandathu neentaka zazilungiselelwa mna, kulungiswe lonke uhlobo lwewayini+ eninzi kube kanye ngeentsuku ezilishumi. Kunye noku andizange ndisifune isonka serhuluneli, ngenxa yokuba inkonzo yesi sizwana yayinzima.
-
-
Estere 1:5INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
5 Ekuzalisekeni kwemihla, ukumkani wenzela bonke abantu ababefumaneka kwinqaba iShushan, isidlo kangangeentsuku ezisixhenxe, abakhulu nabancinane, kwintendelezo yomyezo webhotwe likakumkani.
-