Duteronomi 32:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nenjenje na ukumphatha uYehova,+Bantundini abaziziyatha nabangenabulumko?+Akanguye na uYihlo okuvelisileyo,+Okwenzileyo waza wakuzinzisa?+ IMizekeliso 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ke ozisa ishwangusha endlwini yakhe,+ uya kudla ilifa elingumoya;+ yaye umntu osisidenge uya kuba ngumkhonzi wonentliziyo elumkileyo. INtshumayeli 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndaza mna, ndajika ukuba ndibone ubulumko,+ impambano nobuyatha;+ kuba yintoni na eyenziwa ngumntu wasemhlabeni oza emva kokumkani? Loo nto abantu babesele beyenzile. INtshumayeli 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuko oku okuyintlekele kuko konke okwenzekayo phantsi kwelanga, ukuthi, ngenxa yokuba kukho isiphelo esinye kubo bonke,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izaliswe bububi;+ yaye kukho impambano+ entliziyweni yabo ebudeni bexesha lokudla kwabo ubomi, baze emva koko—baye kwabafileyo!+
6 Nenjenje na ukumphatha uYehova,+Bantundini abaziziyatha nabangenabulumko?+Akanguye na uYihlo okuvelisileyo,+Okwenzileyo waza wakuzinzisa?+
29 Ke ozisa ishwangusha endlwini yakhe,+ uya kudla ilifa elingumoya;+ yaye umntu osisidenge uya kuba ngumkhonzi wonentliziyo elumkileyo.
12 Ndaza mna, ndajika ukuba ndibone ubulumko,+ impambano nobuyatha;+ kuba yintoni na eyenziwa ngumntu wasemhlabeni oza emva kokumkani? Loo nto abantu babesele beyenzile.
3 Kuko oku okuyintlekele kuko konke okwenzekayo phantsi kwelanga, ukuthi, ngenxa yokuba kukho isiphelo esinye kubo bonke,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izaliswe bububi;+ yaye kukho impambano+ entliziyweni yabo ebudeni bexesha lokudla kwabo ubomi, baze emva koko—baye kwabafileyo!+