IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Ekuqaleni+ uThixo+ wadala+ amazulu nomhlaba.+

  • INdumiso 40:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Zininzi izinto ozenzileyo,+

      Owu Yehova Thixo wam, kwanemisebenzi yakho emangalisayo neengcamango zakho kuthi;+

      Akukho namnye onokuthelekiswa nawe.+

      Ukuba bendityekele ekuxeleni ndize ndithethe ngazo,

      Zininzi kakhulu kunokuba ndinokubalisa.+

  • INdumiso 104:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Hayi indlela emininzi ngayo imisebenzi yakho, Yehova!+

      Yonke uyenze ngobulumko.+

      Uzele umhlaba yimveliso yakho.+

  • INdumiso 146:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 UMenzi wezulu nomhlaba,+

      Wolwandle, nowazo zonke izinto ezikuzo,+

      Lowo ugcina inyaniso ukusa kwixesha elingenammiselo,+

  • Isaya 40:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Akwazi na okanye akuvanga na?+ UYehova, uMdali weziphelo zomhlaba, unguThixo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Akadinwa okanye atyhafe.+ Akugocagocwa ukuqonda kwakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share