ISityhilelo 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Khangela! Ndimi emnyango+ ndiyankqonkqoza. Ukuba nabani na uva ilizwi lam aze avule ucango,+ ndiza kungena endlwini yakhe ndize ndithabathe isidlo sangokuhlwa kunye naye aze enjenjalo naye kunye nam.
20 Khangela! Ndimi emnyango+ ndiyankqonkqoza. Ukuba nabani na uva ilizwi lam aze avule ucango,+ ndiza kungena endlwini yakhe ndize ndithabathe isidlo sangokuhlwa kunye naye aze enjenjalo naye kunye nam.