INdumiso 89:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Banoyolo abantu abayaziyo imikhwazo yovuyo.+Bahamba ekukhanyeni kobuso bakho, Yehova.+ Isaya 60:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ilanga aliyi kuba saba lukhanyiso kuwe emini, nokuqaqamba kwenyanga akusayi kuba sakukhanyisela. Yaye uYehova umele abe lukhanyiso lwakho oluhlala ngokungenammiselo,+ noThixo wakho abe bubuhle bakho.+ 1 Yohane 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+ ISityhilelo 21:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye akukho mfuneko yalanga nanyanga yokukhanyisa kweso sixeko,+ kuba ubuqaqawuli bukaThixo busikhanyisile, yaye iMvana isisibane saso.+
19 Ilanga aliyi kuba saba lukhanyiso kuwe emini, nokuqaqamba kwenyanga akusayi kuba sakukhanyisela. Yaye uYehova umele abe lukhanyiso lwakho oluhlala ngokungenammiselo,+ noThixo wakho abe bubuhle bakho.+
7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+
23 Yaye akukho mfuneko yalanga nanyanga yokukhanyisa kweso sixeko,+ kuba ubuqaqawuli bukaThixo busikhanyisile, yaye iMvana isisibane saso.+