IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 51:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwaye ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakho,+ ndikugubungele ngokuqinisekileyo ngesithunzi sesandla sam,+ ukuze ndityale amazulu+ ndize ndibeke isiseko somhlaba+ nakwiZiyon ndithi, ‘Ningabantu bam.’+

  • Mateyu 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko ndithi kuwe, UnguPetros+ wena, yaye ndiza kulakhela phezu kolu lwalwa+ ibandla lam, namasango eHadesi+ akayi kulongamela.+

  • 1 Korinte 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba akukho mntu unokubeka nasiphi na esinye isiseko+ ngaphandle kweso sibekiweyo, esinguYesu Kristu.+

  • Efese 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 yaye nakhelwe phezu kwesiseko+ sabapostile+ nabaprofeti,+ ngoxa uKristu Yesu ngokwakhe elilitye lembombo lesiseko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share