2 Kronike 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 enamakhulu alishumi elinesibni eenqwelo+ namashumi amathandathu amawaka abakhweli-mahashe; nabantu abangenakubalwa+ abaphuma naye eYiputa—amaLibhiya,+ amaSuki namaTiyopiya.+ Isaya 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza uYehova wahlabela mgama wathi: “Kanye njengoko umkhonzi wam uIsaya eye wahambahamba eze kwaye enganxibanga nto ezinyaweni iminyaka emithathu engumqondiso+ nomhlola nxamnye neYiputa+ nanxamnye neTiyopiya,+
3 enamakhulu alishumi elinesibni eenqwelo+ namashumi amathandathu amawaka abakhweli-mahashe; nabantu abangenakubalwa+ abaphuma naye eYiputa—amaLibhiya,+ amaSuki namaTiyopiya.+
3 Waza uYehova wahlabela mgama wathi: “Kanye njengoko umkhonzi wam uIsaya eye wahambahamba eze kwaye enganxibanga nto ezinyaweni iminyaka emithathu engumqondiso+ nomhlola nxamnye neYiputa+ nanxamnye neTiyopiya,+