INdumiso 87:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndiya kumkhankanya uRahabhi+ neBhabhiloni+ phakathi kwabo bandaziyo;Nali elamaFilisti+ neTire, kunye noKushe:“Lo ngulowo wazalelwa apho.”+ INdumiso 89:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wena umtyumzile uRahabhi,+ wanjengobuleweyo.+Uzichithachithile iintshaba zakho ngengalo yamandla akho.+
4 Ndiya kumkhankanya uRahabhi+ neBhabhiloni+ phakathi kwabo bandaziyo;Nali elamaFilisti+ neTire, kunye noKushe:“Lo ngulowo wazalelwa apho.”+
10 Wena umtyumzile uRahabhi,+ wanjengobuleweyo.+Uzichithachithile iintshaba zakho ngengalo yamandla akho.+