Duteronomi 31:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngokuba mna—mna lo ndiyazi kakuhle imvukelo yenu+ nobuntamo-lukhuni benu.+ Njengoko niye namvukela uYehova ngoxa ndisaphila kunye nani,+ kazi kobeka phi na ke emva kokufa kwam! Isaya 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Yeha ke uhlanga olunesono,+ abantu abasindwa ziziphoso, imbewu yabenza ububi,+ oonyana abonakalisayo!+ Bamshiyile uYehova,+ bamphethe ngokungenantlonelo Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ babuyele umva.+ Yeremiya 44:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kungenxa yobubi babo ababenzayo ukuze bandicaphukise ngokuhamba baye kuqhumisa umbingelelo+ baze bakhonze abanye oothixo ababengabazi bona, nani nookhokho benu.+ IZenzo 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+
27 Ngokuba mna—mna lo ndiyazi kakuhle imvukelo yenu+ nobuntamo-lukhuni benu.+ Njengoko niye namvukela uYehova ngoxa ndisaphila kunye nani,+ kazi kobeka phi na ke emva kokufa kwam!
4 Yeha ke uhlanga olunesono,+ abantu abasindwa ziziphoso, imbewu yabenza ububi,+ oonyana abonakalisayo!+ Bamshiyile uYehova,+ bamphethe ngokungenantlonelo Lowo Ungcwele kaSirayeli,+ babuyele umva.+
3 Kungenxa yobubi babo ababenzayo ukuze bandicaphukise ngokuhamba baye kuqhumisa umbingelelo+ baze bakhonze abanye oothixo ababengabazi bona, nani nookhokho benu.+
51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+