Isaya 59:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba iintende zenu zingcoliswe ligazi,+ neminwe yenu sisiphoso. Imilebe yenu ithethe ubuxoki.+ Ulwimi lwenu ludumzela intswela-bulungisa.+ Yeremiya 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 bagoba ulwimi lwabo njengesaphetha bexoka;+ kodwa abakhange bakumele ngamandla ukuthembeka elizweni. “Kuba basuka ebubini baye ebubini, nam lo abandinanzanga,”+ utsho uYehova. Hoseya 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kukho iziqalekiso+ nokuqhelisela inkohliso+ nokubulala,+ ukuba+ nokukrexeza,+ negazi liphalala liphalele.+
3 Kuba iintende zenu zingcoliswe ligazi,+ neminwe yenu sisiphoso. Imilebe yenu ithethe ubuxoki.+ Ulwimi lwenu ludumzela intswela-bulungisa.+
3 bagoba ulwimi lwabo njengesaphetha bexoka;+ kodwa abakhange bakumele ngamandla ukuthembeka elizweni. “Kuba basuka ebubini baye ebubini, nam lo abandinanzanga,”+ utsho uYehova.
2 Kukho iziqalekiso+ nokuqhelisela inkohliso+ nokubulala,+ ukuba+ nokukrexeza,+ negazi liphalala liphalele.+