INdumiso 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Owu Yehova, ngubani na oya kuba lundwendwe ententeni yakho?+Ngubani na oya kuhlala entabeni yakho engcwele?+ IMizekeliso 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yena ke ondiphulaphulayo, uya kuhlala ngonqabiseko+ aze angaphazamiseki ekunkwantyiseni kwentlekele.”+
15 Owu Yehova, ngubani na oya kuba lundwendwe ententeni yakho?+Ngubani na oya kuhlala entabeni yakho engcwele?+
33 Yena ke ondiphulaphulayo, uya kuhlala ngonqabiseko+ aze angaphazamiseki ekunkwantyiseni kwentlekele.”+